2 Ookumkani 4:20 XHO75

20 Wamthwala, wamsa kunina; wahlala emathangeni akhe, kwada kwasemini enkulu, waqhawuka ke.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:20 kwimeko