2 Ookumkani 4:27 XHO75

27 Akufika kumfo wakwaThixo entabeni, wambamba ngeenyawo. Wasondela uGehazi ukuba amsunduze; wathi umfo wakwaThixo, Myeke, ngokuba umphefumlo wakhe ukrakra; uYehova undifihlele, àkandixelela.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:27 kwimeko