2 Ookumkani 4:31 XHO75

31 UGehazi wagqithela phambili kubo, wafika wawubeka umsimelelo phezu kobuso benkwenkwe; akwabakho lizwi, akwabakho kushukuma. Wabuya waya kumkhawulela, wamxelela, wathi, Inkwenkwe ayivukanga.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:31 kwimeko