2 Ookumkani 4:38 XHO75

38 Ke kaloku uElisha wabuya, waya eGiligali. Kwakukho indlala elizweni; oonyana babaprofeti babehleli phambi kwakhe. Wathi kumfana lowo, Beka imbiza enkulu eziko, ubaphekele ukudla oonyana babaprofeti.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:38 kwimeko