2 Ookumkani 4:40 XHO75

40 Bawaphakela amadoda ukuba adle. Kwathi, xa akudlayo oko kudla, akhala wona, athi, Mfo wakwaThixo, kukho ukufa embizeni le.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:40 kwimeko