2 Ookumkani 4:7 XHO75

7 Waya waxelela umfo wakwaThixo; wathi yena, Hamba uye kuthengisa ngeoli leyo, uhlawule ityala lakho, uphile wena noonyana bakho ngeseleyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:7 kwimeko