2 Ookumkani 5:1 XHO75

1 Ke kaloku uNahaman, umthethelimkhosi wokumkani wakwa-Aram,* waye eyindoda enkulu enkosini yakhe, ebekekileyo; ngokuba uYehova wayewanike ama-Aram usindiso ngaye. Loo ndoda yabe iligorha, ilikroti, kodwa ineqhenqa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5

imbono 2 Ookumkani 5:1 kwimeko