2 Ookumkani 5:17 XHO75

17 Wathi uNahaman, Umkhonzi wakho akangekhe anikwe na ke umhlaba ongumthwalo woondlebende ababini? Ngokuba umkhonzi wakho akasayi kuba senza dini linyukayo nambingelelo thixweni bambi; úya kwenza kuYehova yedwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5

imbono 2 Ookumkani 5:17 kwimeko