2 Ookumkani 5:25 XHO75

25 Waya, wema phambi kwenkosi yakhe. Wathi uElisha kuye, Ùvela phi na, Gehazi? Wathi, Úbengayanga ndawo umkhonzi wakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5

imbono 2 Ookumkani 5:25 kwimeko