2 Ookumkani 6:20 XHO75

20 Kwathi, bakufika kwaSamari, wathi uElisha, Yehova, wavule amehlo aba bantu, babone. Wawavula uYehova amehlo abo, babona. Nanku, bephakathi komzi wakwaSamari.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6

imbono 2 Ookumkani 6:20 kwimeko