2 Ookumkani 6:22 XHO75

22 Wathi yena, Uze ungabaxabeli. Obathimbileyo ngekrele lakho nesaphetha sakho ubungábaxabelayo na? Beka isonka namanzi phambi kwabo, badle, basele, bahambe, baye enkosini yabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6

imbono 2 Ookumkani 6:22 kwimeko