2 Ookumkani 6:28 XHO75

28 Wathi ukumkani kuyo, Ùhlelwe yintoni na? Wathi, Lo mfazi uthe kum, Ndínike unyana wakho, sidle yena namhla, sidle unyana wam ngomso.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6

imbono 2 Ookumkani 6:28 kwimeko