30 Kwathi, akuweva ukumkani amazwi entokazi leyo, wazikrazula iingubo zakhe; wayedlula phezu kodonga. Bakhangela abantu, nanko eneengubo ezirhwexayo ngaphantsi kwezinye enyameni yakhe.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6
imbono 2 Ookumkani 6:30 kwimeko