2 Ookumkani 6:32 XHO75

32 UElisha ke ubehleli endlwini yakhe, namadoda amakhulu ebehleli naye. Ukumkani wathuma indoda ebusweni bakhe. Engekafiki umthunywa lowo kuye, wathi yena kumadoda amakhulu, Niyabona na, ukubo lo nyana wombulali uthuméle ukuba ndisuswe intloko? Niyabona, akufika umthunywa lowo, luvaleni ucango, mintyhale ngocango; naso isingqi seenyawo zenkosi yakhe sisemva kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6

imbono 2 Ookumkani 6:32 kwimeko