17 Ukumkani wamphathisa isango umphathi-mkhosi abesayama esandleni sakhe. Bamnyathela abantu esangweni, wafa, njengoko wakuthethayo umfo wakwaThixo, owathetha ekuhlèni kokumkani, esiza kuye.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 7
imbono 2 Ookumkani 7:17 kwimeko