2 Ookumkani 7:2 XHO75

2 Wamphendula umfo wakwaThixo umphathi-mkhosi, abesayama esandleni sakhe ukumkani, wathi, Yabona, khona ukuba uYehova wenzé iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Wathi yena, Khangela, ùya kuyibona loo nto ngamehlo akho, ungadli kuyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 7

imbono 2 Ookumkani 7:2 kwimeko