2 Ookumkani 7:4 XHO75

4 Ukuba sithe, masingene kulo mzi, kukho indlala kuwo umzi lo, siya kufa khona; ukuba sithe sahlala apha, siya kufa. Kaloku ke masihambe, sizilahlele emkhosini wama-Aram.* Ukuba athe asisindisa, sodla ubomi; ukuba athe asibulala, hayi ke, siya kufa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 7

imbono 2 Ookumkani 7:4 kwimeko