2 Ookumkani 7:8 XHO75

8 Afika ke loo madoda aneqhenqa ekupheleni kweminquba, angena kwenye intente, adla, asela, athabatha apho isilivere negolide neengubo, aya kuziqhusheka; abuya, angena kwenye intente, athabatha nakhona, aya kuqhusheka.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 7

imbono 2 Ookumkani 7:8 kwimeko