2 Ookumkani 8:19 XHO75

19 Noko uYehova ebengavumi ukulonakalisa elakwaYuda, ngenxa kaDavide umkhozi wakhe; njengoko wathethayo kuye, wathi wómnika isibane ngoonyana bakhe yonke imihla.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:19 kwimeko