2 Ookumkani 8:21 XHO75

21 Wagqitha uYehoram, waya eTsahira, eneenqwelo zonke zokulwa. Wavuka ebusuku, wawaxabela amaEdom awayemrhawule ngeenxa zonke, nabathetheli beenqwelo zokulwa; basaba abantu, baya ezintenteni zabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:21 kwimeko