2 Ookumkani 8:5 XHO75

5 Kwathi, esamxelela ukumkani ukuphilisa kwakhe umntu owayeselefile, kwabonakala laa ntokazi, abephilise unyana wayo, izibika ngendlu yayo nentsimi yayo kukumkani. Wathi uGehazi, Nkosi yam, kumkani, yiloo ntokazi ke le, nguloo nyana wayo waphiliswayo nguElisha ke lo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:5 kwimeko