7 Weza uElisha eDamasko. UBhenhadade, ukumkani wakwa-Aram,* waye esifa. Kwathiwa kuye, Umfo wakwaThixo ufikile apha.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8
imbono 2 Ookumkani 8:7 kwimeko