2 Ookumkani 9:11 XHO75

11 Ephumile uYehu, waya kubakhonzi benkosi yakhe. Kwathiwa kuye, Luxolo na? Ebezeleni na lo mbhudi? Wathi kubo, Le ndoda yaziwa níni, kwanokuthethathetha kwayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:11 kwimeko