2 Ookumkani 9:14 XHO75

14 UYehu, unyana kaYehoshafati, unyana kaNimshi, wamceba ke uYoram. Ke kaloku uYoram ubeyilinda iRamoti yaseGiliyadi, yena namaSirayeli onke, ngenxa kaHazayeli ukumkani wakwa-Aram;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:14 kwimeko