2 Ookumkani 9:16 XHO75

16 Wakhwela uYehu enqwelweni, waya eYizereli; ngokuba uYoram ebelele khona. Ke uAhaziya ukumkani wamaYuda wehla, waya kumbona uYoram.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:16 kwimeko