2 Ookumkani 9:25 XHO75

25 Wathi uYehu kuBhidekare, umphathi-mkhosi wakhe, Mthwale, umphose esiqwengeni somhlaba kaNabhoti wakwaYizereli; ngokuba, khumbula, oko sasikhwele thina sobabini, mna nawe, emva koAhabhi uyise, uYehova wahlaba eso sihlabo ngaye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:25 kwimeko