2 Ookumkani 9:27 XHO75

27 UAhaziya ukumkani wakwaYuda, ekubonile oko, wasaba ngendlela yendlu yasemyezweni. UYehu wamsukela, wathi, Naye mgwazeleni enqwelweni yokulwa (kube kuseqhineni leGure elingaseIblam). Wasaba ke waya eMegido, wafela khona.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:27 kwimeko