Abagwebi 1:7 XHO75

7 Wathi uAdoni waseBhezeki, Ookumkani abamashumi asixhenxe babechola phantsi kwetafile yam, benqunyulwe oozithupha noobhontsi; njengoko ndenza ngako, wenjénjalo uThixo ukubuyekeza kum. Bamsa eYerusalem, wafela khona.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:7 kwimeko