Abagwebi 1:8 XHO75

8 Ke kaloku oonyana bakaYuda balwa neYerusalem, bayithimba, bayibulala ngohlangothi lwekrele, bathi umzi bawufaka umlilo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:8 kwimeko