Abagwebi 1:9 XHO75

9 Behla emveni koko oonyana bakaYuda, baya kulwa namaKanan abehleli kweleentaba, nakwelasezantsi, nakweleentlambo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 1

imbono Abagwebi 1:9 kwimeko