Abagwebi 10:16 XHO75

16 Babasusa oothixo bolunye uhlanga phakathi kwabo, bakhonza uYehova. Wakhathazeka umphefumlo wakhe ngokwaphuka kwamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 10

imbono Abagwebi 10:16 kwimeko