Abagwebi 10:17 XHO75

17 Babizeleka ndawonye oonyana baka-Amon, bamisa eGiliyadi. Bahlanganisana oonyana bakaSirayeli, bamisa eMizpa.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 10

imbono Abagwebi 10:17 kwimeko