Abagwebi 11:12 XHO75

12 UYifeta wasusa abathunywa, baya kukumkani woonyana baka-Amon, wathi, Yintoni na enam nawe, uzé kum nje ukuba ulwe nelizwe lam?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:12 kwimeko