Abagwebi 11:13 XHO75

13 Wathi ukumkani woonyana baka-Amon kubathunywa bakaYifeta, Kungokuba amaSirayeli alithabatháyo ilizwe lam, ukunyuka kwawo eYiputa, athabathela eArnon, esa eYabhoki, esa eYordan; libuyise ngoxolo kalokunje.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:13 kwimeko