Abagwebi 11:2 XHO75

2 UmkaGiliyadi wamzalela oonyana; bakhula oonyana bomkakhe, bamgxotha uYifeta, bathi kuye, Akuyi kudla lifa endlwini kabawo, ngokuba ungunyana wankazana yimbi wena.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:2 kwimeko