3 Wabaleka uYifeta phambi kwabazalwana bakhe, wahlala ezweni laseTobhi. Kwathuthelana kuYifeta amadoda angenabuntu, aphuma naye.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11
imbono Abagwebi 11:3 kwimeko