Abagwebi 11:34 XHO75

34 Wafika uYifeta eMizpa endlwini yakhe; nantso intombi yakhe iphuma iza kumkhawulela, inengqongqo ingqungqa; yaye ikuphéla komntwana wakhe, ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:34 kwimeko