Abagwebi 11:35 XHO75

35 Kwathi akuyibona, wazikrazulu iingubo zakhe, wathi, Yini na le, ntombi yam! Ùndithobile kakhulu wena ungowabandihlisele intlekele Mna ndiwuvulile umlomo wam kuYehova; andinakubuya umva.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 11

imbono Abagwebi 11:35 kwimeko