Abagwebi 13:16 XHO75

16 Sathi isithunywa sikaYehova kuManowa, Nokuba undibambezele, andiyi kudla ekudleni kwakho; ke ukuba wenza idini elinyukayo kuYehova, linyuse. Ngokuba uManowa ebengazi ukuba sisithunywa sikaYehova.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:16 kwimeko