Abagwebi 13:23 XHO75

23 Wathi umkakhe kuye, Ukuba uYehova ubefuna ukusibulala, angé engalamkelanga esandleni sethu idini elinyukayo, nomnikelo wokudla; angé engasibonisanga zonke ezi zinto; angé engasivisanga okunje ngexesha elinjengeli.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:23 kwimeko