Abagwebi 13:24 XHO75

24 Wazala unyana umfazi lowo, wathi igama lakhe nguSamson. Yakhula ke inkwenkwe leyo, uYehova wayisikelela.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:24 kwimeko