Abagwebi 13:6 XHO75

6 Weza lo mfazi, wathi kwindoda yakhe, Kufike kum umntu kaThixo, imbonakalo yakhe injengembonakalo yesithunywa sikaThixo, isoyikeka kunene; kodwa andimbuzanga apho avela khona, naye akandixelelanga igama lakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:6 kwimeko