Abagwebi 13:7 XHO75

7 Wathi kum, Uyabona, uya kumitha, uzale unyana; ke ngoko uze ungaseli wayini nasiselo sinxilisayo, ungadli nanye into eyinqambi; ngokuba le nkwenkwe iya kuba ngumahlulwa kaThixo, kwasesizalweni, kude kube ngumhla wokufa kwayo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:7 kwimeko