Abagwebi 13:8 XHO75

8 Wathandaza ke uManowa kuYehova, wathi, Camagu, Nkosi yam; umntu kaThixo owamthumayo makakhe abuye eze kuthi, asifundise ukuba simthini na umntwana oya kuzalwa.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:8 kwimeko