Abagwebi 13:9 XHO75

9 Waliphulaphula uThixo izwi likaManowa; sabuya seza ke isithunywa sikaYehova kumfazi lowo ehleli entsimini, uManowa indoda yakhe ingenaye.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 13

imbono Abagwebi 13:9 kwimeko