Abagwebi 14:16 XHO75

16 UmkaSamson wamlilela wathi, Kodwa undithiyile, akundithandi; ubajikele iqhina oonyana babantu bakowethu, akwandicombululela. Wathi kuye, Yabona, andibacombululelanga ubawo noma; ndícombululele wena na?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 14

imbono Abagwebi 14:16 kwimeko