Abagwebi 14:17 XHO75

17 Ke wamlilela iintsuku zosixhenxe ababesemsithweni ngazo. Kwathi ngolwesixhenxe usuku wamcombululela, kuba ebemxinile. Waza yena wabaxela oonyana babantu bakowabo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 14

imbono Abagwebi 14:17 kwimeko