Abagwebi 14:18 XHO75

18 Athi kuye amadoda aloo mzi ngomhla wesixhenxe, lingekatshoni ilanga, Yintoni na enencasa ngaphezu kobusi? Yintoni na enamandla ngaphezu kwengonyama? Wathi kuwo,Ukuba beningalimanga ngethokazi lam,Ngeningalifumananga iqhina lam.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 14

imbono Abagwebi 14:18 kwimeko