Abagwebi 15:18 XHO75

18 Wanxanwa kakhulu, wanqula uYehova, wathi, Wena uniké ngesandla somkhonzi wakho usindiso olungaka; kanti nanku ndiya kufa linxano, ndeyele esandleni sabangalukanga.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 15

imbono Abagwebi 15:18 kwimeko