Abagwebi 15:19 XHO75

19 Wawucanda uThixo umgongxo oseLehi; kwaphuma amanzi kuwo. Wasela, wabuya umoya wakhe, waphila ke. Ngenxa yoko wathi igama laloo ndawo nguMthombo woMnquli, oseLehi unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 15

imbono Abagwebi 15:19 kwimeko